UMBEDESHO

Siyakudumisa Thixo (We praise your name God)
Siyakuvuma ukuba unguYehova (We’re grateful that you’re Lord)
Umhlaba wonke ubhedesha wena (The world bows before you)
OYise ongunaphakade (You’re Everlasting)

Zonke iingelosi zimemeza kuwe (The angels worship you)
KwaneZulu nawo onke amandla akulo (Heaven and the earth before your might)
IKherobime neSerafime (The Cherubim and the Seraphim)
Zimana zimemeza kuwe (Always worship you)

Uyingcwele, uyingcwele uyingcwele! (You are holy)
Yehova Thixo wemikhosi (Lord, God of all tribes)
Izulu lizele kwanomhlaba (Heaven and earth are filled)
Bubukhulu nobugcwalisa bakho (With your gratefulness and your holiness)

Amen, Ameni…

Nkosi ndithembe wena (Father my trust is in you)
Mandingaze ndidaniswe (That I may never be disgraced)
(Repeat)

 

Leave a Reply

UMBEDESHO