Ma sibulele kuYeso,
Ngokuba wasifela.
Wasenzela izibele
Ngokusifela kwakhe.
Refrain
Taru! Bawo
Taru! Bawo
Yiba nofefe kuthi
Thina bantwana beemfama;
Oweza kuthi apha.
Akwakhetha bala lamntu,
Wafel' abaziimfama.
Refrain
Abantsundu, nabamhlophe,
Ma babulele kunye;
Ma bavakadise bonke,
Baculele iNkosi.
Refrain