Menu Close

SiNesipo Esikhulu

Ratings:
1 Star2 Stars3 Stars4 Stars5 Stars (No Ratings Yet)
Loading...

1sinesipo esikhulu,
Esisiphiweyo thina;
Siyaphiwa uJehova,
Leso sipo esi naso.

2 Lesi siposina mandla
Kubo abasitolayo;
Siubomi lesi sipo
Kubo abasamkelayo.

3 Leso siposinguJesu,
Esisiphiweyo thina;
Uyisipo esikhulu,
Kubo abamfumanayo.

4 Ma simbonge uJehova,
Ngas' isipo esingaka!
Masibong' uThixo yedwa,
Ngokusip' uNyana wakhe.

SiNesipo Esikhulu